Exodus 25:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Teta nosapo luka‐Sirayeli, ukuba lunditabatele umnikelo: kubo bonke abantu abantliziyo zibaqu̔bayo, niya kuwamkela umnikelo wam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nowuthabatha umrhumo wam ebantwini bonke abanikela ngokuqhutywa yintliziyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Thetha koonyana bakaSirayeli, bandizisele umbingelelo; kuwo wonke umntu osukuba enikela ngokuqhutywa yintliziyo, wowamkela umnikelo wam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Xelela amaSirayeli ukuba bonke abaziva beqhutywa yintliziyo mabakhuphe umnikelo, bawuzise kum.