Exodus 25:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwobako esinye isikandana ngapantsi kwezimbini imbaxa zakuyo, n esinye isikandana ngapantsi kwezimbini imbaxa zakuyo, n esinye isikandana ngapantsi kwezimbini imbaxa zakuyo, njengazo imbaxa zontandatu ezipuma ekandelareni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ibe liqhina phantsi kwamasebe omabini livele kuso, ibe liqhina phantsi kwamasebe amabini livele kuso, ibe liqhina phantsi kwamasebe amabini livele kuso, abe ngawamasebe amathandathu avelayo esiphathweni eso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye kuya kubakho iqhosha phantsi kwezandla ezibini ezifanayo, neqhosha phantsi kwezandla ezibini ezifanayo, neqhosha phantsi kwezandla ezibini ezifanayo, ngokweengalo ezintandathu zesiphatho sesibane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Onke amasebe ngambini makasekelwe ngumdumba.