Exodus 25:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uze ulumke ukuba uzenze ngomfanekiselo wazo, obuwuboniswa entabeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Khangela ke, uzenze ngokomfuziselo wazo, owawubona entabeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye wabona ukuba wenza ngokomzekelo wabo owawuboniswe entabeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa iyonke le nto uzuyenze ngokomzekelo endakubonisa wona entabeni.”