Exodus 26:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wauya kupakamisa itabanakele njengesimilo sayo obusiboniswa entabeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uwumise umnquba ngokwesiko lawo olibonileyo entabeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uwumise umnquba ngokwendlela eboniswe entabeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Esi sibingelelo senze ngokomzekelo endakubonisa wona entabeni.