Exodus 27:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nasebubanzini bebala, ngecala litshona ilanga, oba ngamalengalenga akubite zingamashumi mahlanu; intsika zawo zilishumi, neziseko zazo zikwa lishumi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ububanzi bentendelezo ngecala lasentshonalanga boba ngamawunduwundu aziikubhite ezimashumi mahlanu. Iintsika zawo zoba lishumi, neziseko zazo zibe lishumi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ububanzi bentendelezo ngecala lasentshonalanga amalaphu ajingayo aziikubhite ezimashumi mahlanu, iintsika zawo zibe lishumi, nezixhaso zazo zibe lishumi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwicala lasentshona umkhusane mawube lilaphu eliziimitha ezimashumi mabini nambini ubude, ube neentsika ezilishumi ezixhaswe ziziseko ezikwalishumi.