Exodus 28:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo uya kuteta kubo bonke abalumkileyo ngentliziyo, abo ndiwuzalisile umoya wabo ngobulumko, ukuba bazenze izivato zika‐Arone ukumngcwalisa, aze andikonze ngobuperisite.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze uthethe wena kubo bonke abantliziyo zilumkileyo, endibazalise ngomoya wobulumko, bazenze izambatho zika-Aron zokumngcwalisa, abe ngumbingeleli kum.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Thetha kubo bonke abantliziyo zilumkileyo, endibazalise ngomoya wobulumko, ukuba bamenzele izambatho uAron zokumngcwalisa, abe ngumbingeleli kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yalela abantu abanesiphiwo sobugcisa nobuchule, utsho benzele uAron izinxibo, khon' ukuze amiselwe umsebenzi wobubingeleli.