Exodus 28:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wauya kutabata amatye eshohame emabini, uwaqingqe pezu kwawo amagama onyana baka‐Sirayeli;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze uthabathe amatye ebherilo abe mabini, ukrole kuwo amagama oonyana bakaSirayeli;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Thabatha amatye ebherilo abe mabini, ubhale kuwo amagama oonyana bakaSirayeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Thatha amatye ekarneli abe mabini, ukrole kuwo amagama oonyana bakaSirayeli,