Exodus 29:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babeya kuzidla ezozinto kube kuxoliswa ngazo, ukuba kuzaliswe izandla zabo, n okuba bangcwaliswe; kodwa owasemzini akayi kuzidla, ngokuba zingcwele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezo zinto, bekucanyagushwe ngazo, ukubamisela nokubangcwalisa, mabazidle; owasemzini makangazidli, kuba zingcwele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke yona le yenziwe ngokukholeka, bayidla, ukuze bayingcwalise, bayingcwalise; owasemzini makangayidli, kuba ingcwele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke zona eziya ndawo ziseleyo xa bekusenziwa idini lokungxengxeza ekumiselweni kwabo, baya kuzitya. Kambe ke ngababingeleli bodwa abanelungelo lokukutya oku kutya, kuba kunyulu.