Exodus 29:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo ukuba kuya kusala into yenyama yedini lokuzalisa, nento yesonka, kude kuse, uya kwandula usitshise isisalela ngomlilo; asiyi kudliwa, ngokuba singcwele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba kuthe kwasala nto enyameni yokumisela nasezonkeni, kwada kwasa, uze uyitshise ngomlilo loo nto iseleyo; ingadliwa, kuba ingcwele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba kuthe kwasala inyama nesonka, kwada kwasa, uze uyitshise ngomlilo into eseleyo; mayingatyiwa, kuba ingcwele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inyama okanye isonka esiseleyo kwada kwakusasa, mazitshiswe, zingàtyiwa; kaloku zinyulu.