Exodus 29:46 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Luya kwandula lukwazi okokuba ndi nguyehova, utixo walo, olukupileyo elizweni le‐Jipete, ukuba ndihlale pakati kwalo: mna ndi nguyehova, utixo walo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bazi ukuba ndinguYehova uThixo wabo, owabakhuphayo ezweni laseYiputa, ukuba ndihlale phakathi kwabo: ndinguYehova uThixo wabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
bazi ukuba ndinguYehova uThixo wabo, owabakhuphayo ezweni laseYiputa, ukuba ndihlale phakathi kwabo; NdinguYehova, uThixo wabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kananjalo ke aya kundiqonda ukuba ndinguNdikhoyo uThixo wawo owawakhulula eJiputa, ukuze ndihlale phakathi kwawo. Ngenene ndinguNdikhoyo uThixo wawo.”