Exodus 3:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uze ke ngoku, ndandiya kukutuma ukuya ku‐Faro, ukuba upumise abantu bam, usapo luka‐Sirayeli, e‐Jipete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Hamba ngoku, ndikuthume kuFaro, ubakhuphe eYiputa abantu bam, oonyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Hamba ngoku, ndikuthume kuFaro, ubakhuphe eYiputa abantu bam, oonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hamba ke; ndikuthuma kukumkani waseJiputa, ukuze ubakhokele baphume eJiputa abantu bam amaSirayeli.”