Exodus 3:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Mosesi kutixo: Ndingubanina mna, ukuba ndiye ku‐Faro, nokuba ndipumise usapo luka‐Sirayeli e‐Jipete?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uMoses kuThixo, Ndingubani na ukuba ndingade ndiye kuFaro, ukuba ndibakhuphe eYiputa oonyana bakaSirayeli?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uMoses kuThixo, Ndingubani na ukuba ndingade ndiye kuFaro, ukuba ndibakhuphe eYiputa oonyana bakaSirayeli?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMosis wathi kuThixo: “Kuxa ndingubani mna ukuba ndingade ndiye kukumkani ukuze ndikhuphe amaSirayeli eJiputa?”