Exodus 3:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kunika ababantu ufefe emehlweni ama‐Jipete; kwakuya kuti, nakumka, aniyi kumka zé:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aba bantu ndiya kubababala phambi kwamaYiputa; kuthi, xa nithe nemka, ningemki nize.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Aba bantu ndiya kubababala phambi kwamaYiputa; ekuphumeni kwenu, aniyi kuhamba nedwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngaphezu koko ke amaSirayeli ndiya kuwenza axatyiswe ngamaJiputa, khon' ukuze ningahambi ningaphathanga nto.