Exodus 3:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti: Ungasondeli apa; susa izihlangu zako ezinyaweni zako, ngokuba indawo umi kuyo ingumhlaba ongcwele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Musa ukusondela apha. Khulula iimbadada zakho ezo ezinyaweni zakho, kuba loo ndawo umi kuyo ingumhlaba ongcwele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Musa ukusondela; khulula iimbadada ezinyaweni zakho, kuba loo ndawo umi kuyo ingumhlaba ongcwele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo wathi kuye: “Sukusondela; khulula iimbadada ezo, kuba le ndawo umi kuyo yindawo eyodwa.” Wandula wathi uThixo kuye: