Exodus 3:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabuya wati: Mna ndi ngutixo woyihlo, utixo ka‐Abrahame, utixo ka‐Yisake, notixo ka‐Yakobi. Waza u‐Mosesi wagqubutela ubuso bake; ngokuba ebesoyika ukukangela ngakutixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, NdinguThixo kayihlo, uThixo ka-Abraham, uThixo kaIsake, uThixo kaYakobi. Wabusithelisa uMoses ubuso bakhe, kuba ebesoyika ukukhangela kuThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, NdinguThixo kayihlo, uThixo ka-Abraham, uThixo kaIsake, uThixo kaYakobi. Wabusithelisa uMoses ubuso bakhe; ngokuba ebesoyika ukukhangela kuThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Mna ndinguThixo wookhokho bakho; uThixo ka-Abraham, uThixo kaIsake, uThixo kaYakobi.” UMosis ke wabugquma ubuso bakhe, kuba esoyika ukujonga uThixo.