Exodus 3:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakaloku, nanku ukukala kwosapo luka‐Sirayeli kufikile kum; kanjako ndibonile imbandezelo ama‐Jipete alubandezela ngayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoku ke naku ukukhala koonyana bakaSirayeli, kufikile kum;kananjalo ndikubonile ukuxina abaxine ngako amaYiputa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, ukukhala koonyana bakaSirayeli, kwafika kum, ndabuya ndakubona ukuxina abaxina ngako amaYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku isikhalo samaSirayeli side saza kufikelela kum, ibe ke ndiyibonile nengcinezelo aphantsi kwayo esandleni samaJiputa.