Exodus 30:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bonke abagqitela kwababalweyo, bengabaminyaka ingamashumi mabini nabapezulu, ubudala babo, bonika umnikelo kuyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke abagqithela kwababaliweyo, bethabathela kominyaka imashumi mabini ezelwe, benyusa, mabamnike uYehova umrhumo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wonk’ ubani odlula kwabo babhalisiweyo ukususela kwabaminyaka ingamashumi amabini ukuya phezulu, umele enze umbingelelo kuYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lilonke ke, mntu wonke ubalwayo ukuqalela kominyaka ingamashumi amabini ukunyuka, makawukhuphe loo mrhumo.