Exodus 30:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba u‐Arone nonyana bake beya kuhlamba kwa kuso izandla zabo nenyawo zabo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bahlambele kulo uAron noonyana bakhe izandla zabo neenyawo zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ngokuba uAron noonyana bakhe bahlamba izandla zabo neenyawo zabo kulo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAron noonyana bakhe baya kuhlamba izandla neenyawo kuloo manzi