Exodus 30:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
xeshekweni bangena ententeni yentlangano, baya kuhlamba ngamanzi, ukuba bangafi: naxeshekweni basondela esibingelweni ukukonza, ukuza kutshisa umnikelo owenziwa ngomlilo kuyehova;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekungeneni kwabo ententeni yokuhlangana bohlamba ngamanzi, bangafi; nasekusondeleni kwabo esibingelelweni, besiza kulungiselela nokuqhumisela ngokudla kwasemlilweni kuYehova;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekungeneni kwabo ententeni yokuhlangana, bohlamba ngamanzi, bangafi; nasekusondeleni kwabo esibingelelweni, besiza kukwenza amadini anyukayo kuYehova;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
xa bangenayo egumbini elingcwele okanye besiya kwenza idini elitshiswayo kwiqonga lamadini, ukuze bangafi.