Exodus 30:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wauya kuzingcwalisa, ukuze zibe yingcwelekazi: konke okuzicukumisayo kwoba kungcwele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uzingcwalise zibe yingcwele kangcwele. Zonke izinto ezizichukumisayo zoba ngcwele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uze ubangcwalise, babe ngcwele kakhulu; yonke into eyichukumisayo yoba ngcwele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wakuba uzihlambulule ngolu hlobo ke ezi zinto ziya kuba nyulu ngokupheleleyo, ngokunjalo ke nantoni na ezichukumisayo iya kuba nyulu.