Exodus 30:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ayiyi kugalelwa pezu kwenyama yomntu; kanjako aniyi kuyenza efana nayo, ngokulinganiswa kwayo: ingcwele yona, yoba ngcwele kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ize ingagalelwa nyameni yamntu; uze ungenzi enjengayo ngomlinganiso wayo; ingcwele yona, mayibe ngcwele kuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ize ingagalelwa enyameni yomntu, uze ungenjenjalo ngomxube wayo; woba ngcwele, ube ngcwele kuni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu nje ongomnye angàze athanjiswe ngawo. Kwaye futhi ungàze uthathe le migqalisela axutywe ngayo wenze amafutha nje. Kaloku anyulu; ngoko ke wahloniphe.