Exodus 30:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Osukuba eya kusenza esifana naso, ukuze sisezelwe, lowo uya kunqanyulwa ebantwini bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umntu osukuba enze esinjengaso, ukuba asijoje, wonqanyulwa, angabikho ebantwini bakowabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umntu othe wajoja into enjalo, wobulawa phakathi kwabantu bakowabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nabani na ozenzele isiqhumiso esifana naso, okanye osebenzisa esi njengesiqholo, uya kusikwa phakathi kwabantu bam.”