Exodus 31:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyabona ke, sendimbizile ngegama u‐Betsalele, unyana ka‐Uri, unyana ka‐Hure, owesizwe sika‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Khangela, ndibize ngegama uBhetsaleli unyana kaUri, unyana kaHuri, wesizwe sakwaYuda;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, ndimbize ngegama uBhetsaleli unyana kaUri, unyana kaHuri, wesizwe sakwaYuda, ukuba ube ngoonyana bakaUri.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Uyabona ke, uBhezaleli unyana kaUri umzukulwana kaYuri wendlu kaJuda, ndimnyule.