Exodus 31:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yena ndimzalisile ngomoya katixo, ngobulumko, nangengqondo, nangokwazi, nangentlobo zonke zomsebenzi;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndamzalisa ngomoya kaThixo, ngobulumko, nangokuqonda, nangokwazi, nangobungcibi bamashishini onke;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndamzalisa ngomoya kaThixo ngobulumko, nangengqondo, nangokwazi, nangokwazi konke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndimzalise ngoMoya wam, ndamthi jize ngokuqonda, ubuchule, nabo bonke ubugcisa;