Exodus 31:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo mna, bona ke, ndinikile kunye naye u‐Aholiyabi, unyana ka‐Ahisamaki, owesizwe sika‐Dane: nasezintliziyweni zabo bonke abantliziyo zilumkile ndibekile ubulumko, ukuba bakwenze konke endikuyalele ngako:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, mna ndimkhuphe kunye noAholiyabhi unyana ka-Ahisamaki, wesizwe sakwaDan; nasezintliziyweni zabo bonke abalumkileyo entliziyweni ndibeke ubulumko, ukuza bazenze zonke izinto endikuwisele umthetho ngazo:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, mna ndimkhuphe uAholiyabhi unyana ka-Ahisamaki, wesizwe sakwaDan;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanti ke noHoliyabhi, unyana ka-Ahisamaki wendlu kaDan, ndimtyumbile ukuba ancedisane noBhezaleli. Naye ke ngokunjalo bonke ubuchule nobugcisa ndimphile, khon' ukuze babe nako ukuyenza yonke into endiyalela ukuba yenziwe: