Exodus 32:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko wati: Asi lilo ilizwi lesidanduluko sokweyisa, asi lilo nelizwi lesikalo sokucitwa; lilizwi lokucula endilivayo mna.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi yena, Asilizwi lakuduma kwabeyisayo, asilizwi lakukhala kwabeyiswayo; lilizwi labahlabelayo nabavumayo, endilivayo mna.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye wathi: Eli asilolizwi labo bakhalayo malunga norhulumente, kwaye asilolizwi labo bakhalayo ngenxa yokuba belahlekisiwe; kodwa ndiyasiva isandi sabaculayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMosis waphendula wathi: “Kum le ntsholo ingathi asiyiyo eyoloyiso, okanye ukoyiswa; ivakala ngathi yeyeziyolo nje.”