Exodus 32:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati u‐Mosesi ku‐Arone: Benze nto nina kuwe abantu aba, ukuba uzisile pezu kwabo isono esikulu kangaka?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uMoses kuAron, Benze ntoni na aba bantu kuwe, ukuba ubazisele isono esikhulu kangaka?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uMoses kuAron, Lenze ntoni na olu hlanga kuwe, ukuba ubazisele isono esikhulu kangaka?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMosis wabuza kuAron wathi: “Aba bantu bakwenze ntoni na ukuze ubafake kwesinje sona isono?”