Exodus 32:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ke u‐Arone: Maingavuti ingqumbo yenkosi yam! uyabazi ababantu wena, ukuba banxam ele inkohlakalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uAron, Umsindo wenkosi yam mawungavuthi. Wena uyabazi aba bantu, ukuba banobubi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uAron, Mawungavuthi umsindo wenkosi yam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAron waphendula wathi: “Ungakhathazeki, mntakwethu; kaloku nawe uyabazi aba bantu ukuba baqinel' enyaleni ngesono.