Exodus 32:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye besiti kum: Senzele otixo, abaya kuhamba pambi kwetu; ngokuba u‐Mosesi lowo, londoda eyasinyusayo ezweni le‐Jipete, singamazi ukuba uhliwe yinto nina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi kum, Senzele uthixo oya kuhamba phambi kwethu; kuba lo Moses, le ndoda yasinyusayo ezweni laseYiputa, asazi ukuba uhlelwe yintoni na.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi kum, Senzele uthixo oya kusikhokela; ngokuba lo Moses, le ndoda yasikhuphayo ezweni laseYiputa, asiyazi into emhleleyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Basuka bathi kum: ‘Senzele uThixo oza kusikhokela, kuba asiyazi into emhleleyo laa Mosis osikhuphe eJiputa.’