Exodus 32:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wandula wema u‐Mosesi esangweni lomnquba, wati: Olunge kuyehova, makeze kum! Baye bebutelana ngakuye bonke abalusapo luka‐Levi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wema uMoses ekungeneni eminqubeni, wathi, OngakuYehova makeze kum apha. Bantontelana kuye bonke oonyana bakaLevi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wema uMoses esangweni lenkampu, wathi, Ngubani na ongakuYehova? makeze kum. Bahlanganisana kuye bonke oonyana bakaLevi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke wasuka wema esangweni, wathi: “Bonke *abangakuNdikhoyo mabaphume ngapha!” Ke kaloku kwaphuma yonke indlu kaLevi,