Exodus 32:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati kubo: Utsho uyehova, utixo wo‐Sirayeli, ukuti: Abanye ngabanye mabafake iziṙele zabc ngasematangeni abo, badlule, babuye kwelinye isango baye kwelinye isango lomnquba, basike omnye umzalwana wake, nomnye umhlobo wake, nomnye ummelwane wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kubo, Utsho uYehova uThixo wakwaSirayeli, ukuthi, Mabanxibe elowo ikrele lakhe ethangeni lakhe, bathunge bephuma emasangweni eminquba, babulale elowo umzalwana wakhe, elowo uwabo, elowo ummelwane wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo, Utsho uYehova uThixo kaSirayeli, ukuthi, Makathabathe elowo ikrele lakhe ecaleni lakhe, bangene eminqubeni yonke, bethabathela komnye umnyango besiya komnye, nibulala elowo umzalwana wakhe, elowo umzalwana wakhe, elowo umzalwana wakhe, elowo umzalwana wakhe, elowo umzalwana wakhe, elowo umzalwana wakhe, elowo umzalwana wakhe; kweyakhe umhlobo, elowo ngowakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza wathi kubo: “Utsho uNdikhoyo uThixo kaSirayeli ukuthi: ‘Umntu ngamnye kuni makathathe ikrele, aqale kweli sango, aye kuphuma kweliya lingaphaya, ebinza elalis' ugodo, kumtakwabo, isihlobo, ngokunjalo nommelwane wakhe.’ ”