Exodus 32:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute ngomnye umhla, wati u‐Mosesi ebantwini: Nina nonile ngesono esikulu; kodwa kaloku ndonyukela kuyehova, kungati umhlaumbi ndiya kwenzela isono senu uxoliso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ngengomso, uMoses wathi ebantwini, Nonile nina, nenza isono esikhulu; ndiya kunyuka ngoku ndiye kuYehova;mhlawumbi ndingacamagusha ngenxa yesono senu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uMoses ebantwini ngengomso, Nenze isono esikhulu; ngoku ndiya kunyuka ndiye kuYehova; mhlawumbi ndingasiphilisa isono sakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngengomso ke uMosis wathi ebantwini: “Nenze isono esilumezayo. Naxa kunjalo ndiza kuphinda ndiye entabeni kuNdikhoyo, ukuze ndenze isingxengxezo ngenxa yesono senu.”