Exodus 32:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula uyehova wati ku‐Mosesi: Lowo osukuba onile ngakum, nguye endiya kumcima encwadini yam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kuMoses, Ubani osukuba onile kum, ndiya kucima yena encwadini yam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuMoses, Wonke umntu ondigibileyo, ndiya kucima yena encwadini yam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo wathi kuMosis: “Abantu abamagama ndiwacimayo encwadini yam, ngabo bandonileyo bodwa.