Exodus 32:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa hamba kaloku, ukokele abantu kulo ndawo endanditeta ngayo kuwe: bona ke, ingelosi yam iya kuhamba pambi kwako; koko ngemini yokubuza kwam ndiya kusohlwayela isono sabo pezu kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ngoko hamba ubalathise abantu, baye kuloo ndawo ndathethayo ngayo kuwe. Yabona, isithunywa sam sohamba phambi kwakho; ke mini ndivelelayo, ndiya kusivelela isono sabo kubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Hamba ngoku, ubathabathe abantu apho ndathethayo kuwe; yabona, iNgelosi yam iyakukhokela; kodwa xa ndibohlwaya, ndiya kubohlwaya ngenxa yesono sabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke hamba, ukhokele aba bantu, ubase kulaa ndawo ndandithethe ngayo kuwe. Ke sona isithunywa sam siya kukukhokela. Kambe ke lakufika ixesha ndiya kubohlwaya aba bantu ngenxa yesi sono.”