Exodus 32:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wateta uyehova ku‐Mosesi, ngokuti: Hamba, uhle; ngokuba abantu bako, abo ububanyusa elizweni le‐Jipete, sebezonakalisile:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kuMoses, Hamba uhle; kuba abantu bakho, owabanyusayo ezweni laseYiputa, bonakalisile;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuMoses, Hamba uhle; ngokuba batshabalalisile abantu bakho, owabakhuphayo ezweni laseYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*UNdikhoyo wayalela uMosis wathi: “Khawuleza uhle! Aba bantu bakho wabakhupha eJiputa babhatyazile;