Exodus 33:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati bonke abantu bakubona intsika yelifu imi emnyango wentente, bandula besuka bonke abantu, batoba pantsi, abanye ngabanye eminyango yentente zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bawubona abantu bonke umqulu welifu, umi emnyango wentente leyo; besuka bema bonke abantu, baza baqubuda, elowo esemnyango wentente yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Balibona bonke abantu ilifu limi emnyango wentente leyo, bema bonke abantu, baqubuda, elowo esemnyango wentente yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaSirayeli ayesithi akuwubona umqulu welifu usemnyango apho ententeni yokuhlangana, asuke ee guqaqa anqule.