Exodus 33:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza uyehova wati ku‐Mosesi: Kwa nalento uyitetileyo ndiya kuyenza; ngokokuba ufumene ufefe emehlweni am, nokuba ndikwazi ngegama.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kuMoses, Nale nto uyithethileyo ndiya kuyenza; kuba ndikubabale, ndikwazile ngegama.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuMoses, Nam ndiya kuyenza le nto uyithethileyo, ngenxa enokuba ubabalwe ndim, ndikwazile ngegama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo wathi: “Ndiza kwenza kanye ngokwesicelo sakho, kuba kaloku ndikholisekile nguwe, futhi ke ndikwazi kakuhle.”