Exodus 33:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kanjalo: Akungebone ubuso bam; ngokuba kungeko mntu oya kundibona, apile nokupila.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Akunakububona ubuso bam; kuba akukho mntu undibona aphile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Akuyi kububona ubuso bam; ngokuba akukho namnye uya kundibona aphile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andizukukubonisa ubuso bam; kaloku akukho mntu unokububona aphinde aphile.