Exodus 33:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwa sezweni elela ubisi nobusi: ngokuba ndingayi kunyuka pakati kwako mna, ngenxa yokuba ungabantu abantamo ilukuni; hleze ndikugqibele endleleni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
niye ezweni elibaleka amasi nobusi; ke andisayi kunyuka phakathi kwenu nina; kuba ningabantu abantamo ilukhuni, hleze ndiniphelise endleleni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ezweni eliqukuqela ubisi nobusi, ngenxa yokuba andiyi kunyuka ndiye phakathi kwenu; ngokuba ningabantu abaneenkani, ukuze ndinganitshabalalise endleleni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hambani niye kwelo lizwe lendyebo nentlutha. Kambe ke mna andizukuhamba nani, hleze ndisuke ndinitshabalalise ningekafiki, kuba niluhlanga oluneenkani.”