Exodus 34:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umtendeleko wezonka ezingenagwele uya kuwugcina: yoba yimihla isixe̔nxe uya kuzidla izonka ezingenagwele, njengokuba bendikuyalela, ngelimisiweyo ixesha lenyanga engu‐Abibe; ngokuba ngenyanga engu‐Abibe wabupuma e‐Jipete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umthendeleko wezonka ezingenagwele uze uwugcine. Iintsuku ezisixhenxe wodla izonka ezingenagwele, njengoko ndakuwisela umthetho, ngexesha elimisiweyo lenyanga enguAbhibhi; kuba waphuma eYiputa ngenyanga enguAbhibhi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yenza umthendeleko wezonka ezingenagwele; Iintsuku ezisixhenxe nodla izonka ezingenagwele, njengoko ndakuwiselayo umthetho, ngenyanga enguAbhibhi; ngokuba waphuma eYiputa ngenyanga enguAbhibhi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ningaze niyeke ukwenza itheko lesonka sentlama engenagwele. Yenzani njengoko ndaniyalelayo, nitye isonka esinganyuswanga iintsuku zibe sixhenxe kwinyanga ka-Abhibhi. Kaloku leyo yinyanga enaphuma ngayo eJiputa.