Exodus 34:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwoba ngamaxesha matatu emnyakeni mnye ekuya kubonakala onke amadoda ako ebusweni benkosi uyehova, utixo wo‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Izihlandlo ezithathu ngomnyaka, yonke into engamadoda yakowenu yobonakala ebusweni beNkosi uYehova, uThixo kaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Izihlandlo ezithathu ngonyaka bonke oonyana bakho baya kubonakala phambi koYehova, uTHIXO kaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Onke amadoda makeze kunqula mna Ndikhoyo Thixo kaSirayeli kathathu ngonyaka.