Exodus 34:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati uyehova ku‐Mosesi: Ba̔la wena lamazwi; ngokuba kwa njengokutsho kwalamazwi ndilwenzile ucebano nawe no‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kuMoses, Wabhale la mazwi; kuba ndenze ngokuthetha kwala mazwi umnqophiso nawe noSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuMoses, Wabhale la mazwi; ngokuba ndenze umnqophiso nawe noSirayeli ngokwala mazwi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo wayalela uMosis wathi: “Wabhale la mazwi. Kaloku umnqophiso wam nani uxhomekeke kuwo.”