Exodus 35:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babeya kuza bonke abantliziyo zilumkile pakati kwenu, benze konke ayalele ngako uyehova:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke benentliziyo elumkileyo kuni mabeze, benze zonke izinto uYehova awise umthetho ngazo:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
zize zonke iintliziyo ezilumkileyo phakathi kwenu, zikwenze konke abewise umthetho ngako uYehova;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waqhuba uMosis wathi: “Onke amagcisa omsebenzi wezandla akhoyo phakathi kwenu makeze azokwenza *isibingelelo nezinto ayalele ukuba zenziwe *uNdikhoyo: