Exodus 35:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
itafile, nezibonda zayo, nazo zonke impahla zayo, nezonka zokubonakala;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
itafile nezibonda zayo, neempahla zayo zonke, nezonka zokubonisa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
itafile nezixhaso zayo, neempahla zayo zonke, nezonka zokubonisa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
itafile, inemiqobo namasolotya ayo, kunye nesonka esingumnikelo kuThixo;