Exodus 35:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yimihla mitandatu ekuya kwenziwa umsebenzi, kodwa ngomhla wesixe̔nxe kuya kubako kuni owobungcwele, isabata yopumlo kuyehova: osukuba ewenza umsebenzi ngawo, uya kufiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wosebenza imihla emithandathu; ke umhla wesixhenxe woba yingcwele kuni, isabatha kasabatha kuYehova; bonke abenza umsebenzi ngayo bobulawa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wowenza umsebenzi imihla emithandathu, ke ngomhla wesixhenxe ube yingcwele kuni, isabatha kasabatha kuYehova; wonke umntu osebenza kuyo uya kubulawa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
iintsuku zokusebenza imisebenzi yenu zintandathu evekini, kodwa lona usuku lwesixhenxe ngumhla owodwa okhethekileyo; ngumhla kaNdikhoyo, umhla wokuphumla. Nabani na ke owenza nawuphi na umsebenzi ngawo wobulawa.