Exodus 35:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nabo bonke abafazi abantliziyo yabavusayo ebulumkweni, basonta uboya bebokwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abafazi bonke, abantliziyo yabavuselelayo ngobulumko, basonta uboya beebhokhwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke abafazi abantliziyo yabashukumisela ukuba babe nobulumko, basonta iinciniba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Benza umsonto ngoboya bebhokhwe.