Exodus 36:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nowapakati umvalo wawenza ukuba udlule pakati kweplauke, kwa kwenye incam kwada kwakwenye incam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Benza umvalo othe gabhu phakathi eziplangeni ezo, wavala, usuka ekupheleni waya ekupheleni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Benza umqadi ophakathi ukuze uzigqobhoze iiplanga, usuka kwelinye uye kwelinye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lo uphakathi bawubeka esizikithini, wasuka ngapha waya kuthi ngqu ngaphaya.