Exodus 36:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba impahla ibibanele ngenxa yawo wonke umsebenzi, ukuba bawenze; ibiyegqitisayo kanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Impahla yazanela izinto zonke, emisebenzini yonke, ukubabayenze, yada yasala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Izinto ababenazo zawanela wonke umsebenzi wokwenziwa, yaye zazininzi kakhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lo mnikelo wawuselugqithisiwe wawungaphezu kwemfuneko.