Exodus 37:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuko esinye isikandana ngapantsi kwezimbini imbaxa zakuyo, n esinye isikandana ngapantsi kwezimbini imbaxa zakuyo, n esinye isikandana ngapantsi kwezimbini imbaxa zakuyo, njengazo imbaxa zontandatu ezipuma ekandelareni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yaba liqhina phantsi kwamasebe amabini livela kuso, yaliqhina phantsi kwamasebe amabini livela kuso, yaliqhina phantsi kwamasebe amabini livela kuso, angawamasebe amathandathu avela kuso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iqhina eliphantsi kwezandla zozibini lifana nalo; iqhina eliphantsi kwezandla zozibini liphuma kuyo, liphume kuyo iqhina eliphantsi kwezandla zozibini, ngokwazo izandla ezithandathu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Onke amasebe lawo wawasekela ngomdumba.