Exodus 37:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasenzela kanjalo yamibini imisesane yegolide ngapantsi kwesitsaba saso, ngasemagumbini aso omabini, pezu kwamacala aso omabini, ibe zindawo zezibonda zokuba sitwalwe ngazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wasenzela amakhonkco amabini ngegolide, phantsi kwesithsaba saso ezimbombeni zaso ezimbini, emacaleni aso omabini, aziindawo zezibonda ukuba sithwalwe ngazo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wasenzela amakhonkco amabini ngegolide, phantsi kwesithsaba saso, eziphelweni zaso zozibini, emacaleni aso omabini, aziindawo zokuthwala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Walenzela amakhonkco amabini ngegolide. Wawanxibelela apha phantsi komphetho macala, khon' ukuze apho kuwo kungene imiqobo yokuphatha.